Udaniyeli 6:2 XHO96

2 Phezu kwazo ke watyumba abongameli abathathu, waza ke uDaniyeli wangomnye wabo. Abongameli aba ke babesenzelwa ingxelo zezi rhuluneli, khon' ukuze ukumkani angalahlekelwa.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:2 kwimeko