Udaniyeli 6:20 XHO96

20 Akusondela kuwo ke wakhwaza engxunguphele, wathi: “Daniyeli! Daniyeli! Sicaka soThixo ophilayo! Ube nako na ukukuhlangula kwezo ngonyama uThixo wakho omnqula ngentembeko maxa onke?”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:20 kwimeko