Udaniyeli 6:22 XHO96

22 UThixo wam uthumele isithunywa sakhe, sayivala imilomo yeengonyama, azandenzakalisa. Ewe, azindenzakalisanga kuba ndifumaniseke ndimsulwa phambi kwakhe, kwanjengokuba ndingazange ndakona nganto nawe, mhlekazi!”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:22 kwimeko