Udaniyeli 6:26 XHO96

26 Ndigunyazisa kulo lonke kulo mbuso wam ukuba wonke umntu makamoyike amhlonele amthobele uThixo kaDaniyeli.“Kuba yena nguThixo ophilayo,uThixo okhoyo ngonaphakade.Umbuso wakhe soze utshatyalaliswe;ulawulo lwakhe alunasiphelo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:26 kwimeko