Udaniyeli 6:5 XHO96

5 Athethana ke ngoku la madoda athi: “Hayi, bafondini, soze sizuze mhlaba wakummangalela lo Daniyeli ngaphandle kokuba kube malunga nokumthobela kwakhe uThixo wakhe.”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:5 kwimeko