Udaniyeli 7:10 XHO96

10 Kwakumpompoza umlambo ongumlilo,unkcenkceza uphuma apho kuso.Ewe, iNyange eli laliphahlwe ngamawaka-waka,kuzizigidi ngezigidi zimi phambi kwalo.Yaqalisa ke inkundla,zaza zavulwa iincwadi.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:10 kwimeko