Udaniyeli 7:19 XHO96

19 “Kananjalo ke ndafuna ukuqonda ngeli rhamncwa lesine, elo lalingafani namanye – laa ngwanyalala yoyikekayo, le yayitsho ngamazinyo entsimbi neenzipho zobhedu, eyayiwakroboza iwathi nqwam-nqwam amaxhoba, isuke iwanyhashe ngeenyawo amasalela.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:19 kwimeko