Udaniyeli 7:6 XHO96

6 “Emva koko, ndisabukele njalo, kwathi gqi elinye elalifana nengwe. Kambe ke lalinamaphiko amane angathi ngawentaka, kananjalo lineentloko ezine. Lanikwa amagunya okulawula.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:6 kwimeko