Udaniyeli 8:25 XHO96

25 Uya kuphumelela ngamaqhinga, amandla akhe abe bubuqhetseba. Uya kuba ngumfo ozingcayo, abatshabalalise abantu abaninzi bengakulindelanga oko. Uya kuvukela nditsho neTshawe lamatshawe; kambe ke uya kutshatyalaliswa, phofu kungengasandla samntu.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 8

imbono Udaniyeli 8:25 kwimeko