Udaniyeli 8:4 XHO96

4 Le nkunzi ke ndayibona ilekuza ngezo mpondo, ibhekisa ngasentshona, ngasentla, nangasezantsi. Ewe, kwakungekho silwanyana sinako ukumelana nayo, kungekho ndlela yakusinda kuyo. Yayisenza unothanda, isiba nkulu ngokuba nkulu.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 8

imbono Udaniyeli 8:4 kwimeko