Udaniyeli 9:14 XHO96

14 Ke uNdikhoyo wayehleli ethe qwa, waza wasihlisela le ntlekele, kuba yena Ndikhoyo uThixo wethu ulilungisa kuko konke akwenzayo, sabe ke thina singaliphulaphulanga ilizwi lakhe.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 9

imbono Udaniyeli 9:14 kwimeko