Udaniyeli 9:21 XHO96

21 ewe, ndisathandaza njalo, gqi uGabriyeli, indoda ebendikhe ndayibona kumbono wam wangaphambili, endanda esondela kum ngexesha lokwenziwa kwamadini atshiswayo angokuhlwa.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 9

imbono Udaniyeli 9:21 kwimeko