Umika 5:4 XHO96

4 Uya kumiselwa ukwalusa umhlambi,enamandla *kaNdikhoyo,enobungangamsha begama likaNdikhoyo uThixo wakhe.Ewe, bona bohlala bekhuselekilekuba kaloku ubungangalala bakhebofikelela nakwiziphelo zehlabathi.

funda isahluko epheleleyo Umika 5

imbono Umika 5:4 kwimeko