1 Kapetros 2:12 XHO96

12 Izimilo zenu mazibe zihle kangangokuba nabahedeni baniqonde ukuba aninabala. Xa kunjalo ke baya kuthi nokuba bayanityhola ngokungcola, babuye bavume ukuba nimsulwa. Ngaloo ndlela ke baya kumdumisa uThixo ngomhla wokufika kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kapetros 2

imbono 1 Kapetros 2:12 kwimeko