1 Kayohane 2:11 XHO96

11 Kambe yena umntu omthiyileyo uwabo usebumnyameni, uyamfamzela; akazi nalapho aya khona, kuba ubumnyama bummfamekisile.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:11 kwimeko