1 Kayohane 2:22 XHO96

22 Ngaba ngubani ixoki xa ingenguye lowo uphikayo ukuba uYesu unguKrestu? Umntu onjalo ungumchasi kaKrestu. Akamvumi uYise kwanoNyana.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:22 kwimeko