1 Kayohane 2:23 XHO96

23 Kaloku omphikayo uNyana uyamphika kwanoYise; ukanti ke omamkelayo uNyana umamkele noYise.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:23 kwimeko