1 Kayohane 3:1 XHO96

1 Hayi ubukhulu bothando lukaThixo uYise kuthi! Uthando lwakhe lukhulu kangangokuba ude athi uThixo singabantwana bakhe. Kambe ke singabo ngenene. Yiyo loo nto lingasiqondi nje ihlabathi; noThixo kaloku alimazi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 3

imbono 1 Kayohane 3:1 kwimeko