1 Kayohane 3:2 XHO96

2 Bahlobo bam, singabantwana bakaThixo ngoku, kodwa ke into esiya kuba yiyo ayikacaci. Siyazi kambe ukuba akufika uKrestu siya kufana naye, kuba soba simbona njengoko anjalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 3

imbono 1 Kayohane 3:2 kwimeko