1 Kayohane 4:1 XHO96

1 Zihlobo, musan' ukusuka nikhokelwe nje nanguwuphi na umoya. Wonke umoya wuvavanyeni, nikhangele ukuba ngaba uvela kuThixo na. Kaloku baninzi *abashumayeli abanefuthe lobuxoki abajikeleza elizweni.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 4

imbono 1 Kayohane 4:1 kwimeko