1 Kayohane 3:24 XHO96

24 Wonke umntu oyithobelayo imiyalelo kaThixo umanyene noThixo, noThixo uhlala kuye. Into ecacisa ukuba uThixo uhlala kuthi nguMoya lo asinike yena.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 3

imbono 1 Kayohane 3:24 kwimeko