1 Kayohane 4:6 XHO96

6 Kodwa thina singabantwana bakaThixo. Ke umntu owazanayo noThixo uyasiva. Kodwa lowo ungengokaThixo akasiva. Siwuqonda ngaloo nto ke umahluko phakathi kwefuthe lenyaniso nefuthe lobuxoki.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 4

imbono 1 Kayohane 4:6 kwimeko