Ekayakobi 1:11 XHO96

11 Yona ithi lakuvela ilanga liyigqatse, ibune, kuphele nokubukeka kwayo. Nesinhanha siya kutshabalala naso ngoku kanye sisaxakeke yimicimbi yaso.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 1

imbono Ekayakobi 1:11 kwimeko