Ekayakobi 1:6 XHO96

6 Kodwa ke loo mntu makacele ekholwa, engathandabuzi konke. Kaloku umntu othandabuzayo ufana namaza alatyuziswa ngumoya elwandle.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 1

imbono Ekayakobi 1:6 kwimeko