Ekayakobi 3:5 XHO96

5 Lukwanjalo ke nalo ulwimi, nakuba luluncinci kangaka nje – luyagwagwisa kakhulu.Mhlawumbi makhe senze umzekelo ngehlathi: noba selilikhulu kangakanani na lingátshiswa yintlantsana nje yomlilo.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 3

imbono Ekayakobi 3:5 kwimeko