Ekayakobi 4:2 XHO96

2 Xa ungazifumani izinto ozifunayo, ukhetha ukubulala; okanye xa ungafezeki umnqweno wakho, uyaxabana ulwe. Kanti ke, ungazifumani nje izinto ozifunayo, kungenxa yokuba awuziceli kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 4

imbono Ekayakobi 4:2 kwimeko