Ekayakobi 5:12 XHO96

12 Ngaphezu koko ke, mawethu, musani ukufunga xa nisenza isithembiso; nditsho nangezulu, umhlaba, nangantoni na. Xa nivuma yithini: “Ewe,” nithi: “Hayi,” xa nisala, kube kuphela, ukuze ningabi sesichengeni sokugwetywa.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 5

imbono Ekayakobi 5:12 kwimeko