Kumagalati 2:17 XHO96

17 Ukuba ke thina sizamela ukwenziwa amalungisa nguThixo ngokumanywa noKrestu, sisafumaneka sisenza isono, ngaba loo nto ithetha ukuthi uKrestu uhambisana nesono? Nakanye!

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 2

imbono Kumagalati 2:17 kwimeko