Kumagalati 2:2 XHO96

2 Ndaya kuba ndityhilelwe nguThixo ukuba mandiye. Saba nentlanganiso yabucala kunye neenkokheli, ndaza ndazichazela iindaba endizishumayela ezintlangeni. Ndandingafuni ukuba umsebenzi esendiwenzile nalowo ndandisawenza ube lilize.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 2

imbono Kumagalati 2:2 kwimeko