Kumagalati 2:9 XHO96

9 UYakobi noPetros noYohane ababesaziwa njengezona ntsika, bayivuma into yokuba uThixo undibizele kulo msebenzi, ngoko ke basibamba isandla sinoBharnabha. Savumelana ke ukuba sisebenzisane; thina sisebenze phakathi kweentlanga, bona ke phakathi kwamaJuda.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 2

imbono Kumagalati 2:9 kwimeko