Kumagalati 3:11 XHO96

11 Kuyaqondakala ke ukuba akukho mntu ugwetyelwa nguThixo ngenxa yomthetho; kuba zithi iziBhalo: “Uya kudla ubomi lowo wenziwe ilungisa nguThixo ngenxa yokukholwa.”

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:11 kwimeko