Kumagalati 3:13 XHO96

13 Kodwa ke uKrestu wasikhulula ekuqalekisweni okuza ngomthetho, ngokuthi yena aqalekiswe endaweni yethu. Kaloku zithi iziBhalo: “Uqalekisiwe nguThixo nabani na obulawa ngokuxhonywa emthini!”

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:13 kwimeko