Kumagalati 3:16 XHO96

16 Ngoku ke uThixo wênza izithembiso kuAbraham nakumzukulwana wakhe. *IziBhalo azitsho kuAbraham ukuthi “kwinzala yakho,” ngokungathi zithetha ngabantu abaninzi, kodwa zithi “kumzukulwana wakho,” zithetha ngomntu omnye qha, onguKrestu.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:16 kwimeko