Kumagalati 4:27 XHO96

27 Kuba *iziBhalo zithi:“Vuya, wena ludlolwazana!Memelela ngemincili, wena ungazange wayiva inimba!Kuba umfazi owalahlwa yindoda woba nabantwana abaninzi kunalowo uhlala nendoda yakhe.”

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 4

imbono Kumagalati 4:27 kwimeko