Kumagalati 4:6 XHO96

6 Ukubonakalisa ukuba ningoonyana bakhe, uThixo unambese ngoMoya woNyana wakhe. Lowo ke ngulo Moya nidanduluka ngaye nithi: “Tata.”

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 4

imbono Kumagalati 4:6 kwimeko