Kumagalati 5:17 XHO96

17 Kaloku ezo zinto zinxamnye nezifunwa nguMoya, ukanti nezifunwa nguMoya zinxamnye nezinqwenelwa sisimo esidala. Zizombini zichasene ngohlobo lokuba ningabi nako ukuzenza izinto enisukuba nifuna ukuzenza.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 5

imbono Kumagalati 5:17 kwimeko