Kumagalati 6:12 XHO96

12 Ngabo baqhayisa ngezinto zembonakalo yangaphandle, abo baninyanzela ngokwaluka. Into abayifunayo kuphela kukuzama ukuphepha ukutshutshiswa ngenxa yomnqamlezo kaYesu Krestu.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 6

imbono Kumagalati 6:12 kwimeko