Iduteronomi 1:36 XHO75

36 ingenguKalebhi unyana kaYefune; wólibona yena. Ndiya kumnika ilizwe awanyathela phezu kwalo, yena noonyana bakhe, ngenxa enokuba emlandele kwaphela uYehova.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 1

imbono Iduteronomi 1:36 kwimeko