Iduteronomi 15:6 XHO75

6 Ngokuba uYehova uThixo wakho ukusikelele, njengoko wathethayo kuwe; wòboleka iintlanga ezininzi ngezibambiso, ke wena akuyi kuboleka kuzo ngazibambiso. Wòlawula iintlanga ezininzi, ke zona aziyi kukulawula.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 15

imbono Iduteronomi 15:6 kwimeko