Iduteronomi 16:3 XHO75

3 Uze ungadli nto inegwele kunye nayo; imihla yoba sixhenxe usidla izonka ezingenagwele kunye nayo, isonka seentsizi, ngokuba waphuma buphuthuphuthu ezweni laseYiputa; ukuze uwukhumbule umhla wokuphuma kwakho ezweni laseYiputa yonke imihla yokudla kwakho ubomi.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 16

imbono Iduteronomi 16:3 kwimeko