Iduteronomi 17:16 XHO75

16 Kodwa makangàzandiseli mahashe, angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe; ngokuba uYehova wathi kuni, Ize ningabi saphinda nibuye ngaloo ndlela.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 17

imbono Iduteronomi 17:16 kwimeko