Iduteronomi 17:2 XHO75

2 Xa kuthe kwafunyanwa phakathi kwenu, nakuliphi isango emasangweni akho akunikayo uYehova uThixo wakho, indoda nokuba yinkazana eyenze okubi emehlweni kaYehova uThixo wakho ngokugqitha umnqophiso wakhe;

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 17

imbono Iduteronomi 17:2 kwimeko