Iduteronomi 19:15 XHO75

15 Ze kungesuki kume ngqina linye ngomntu ngenxa yobugwenxa, nokuba bubuphi na, nangenxa yesono nokuba sisiphi, esonweni nokuba sisiphi oné ngaso; lize limiswe ilizwi ngomlomo wamangqina amabini, nokuba kungomlomo wamangqina amathathu.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 19

imbono Iduteronomi 19:15 kwimeko