18 Ukuba ke ingqina lilingqina lobuxoki, lingqiné ubuxoki ngomzalwana walo, ize nenze kulo,
19 njengoko belicinga ukwenza ngako kumzalwana walo; nibutshayele ke ububi, bungabikho phakathi kwenu.
20 Bova abanye, boyike, kungabi saphindwa kwenziwe ngokwale ndawo imbi phakathi kwenu.
21 Ze lingabi nanceba iliso lakho: umphefumlo wóbuyiselwa ngomphefumlo, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo, isandla ngesandla, unyawo ngonyawo.