19 usondele malungana noonyana baka-Amon. Uze ungababandezeli, uze ungabambani nabo; kuba ezweni loonyana baka-Amon andiyi kukunika ndawo yakuma; ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.
funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 2
imbono Iduteronomi 2:19 kwimeko