Iduteronomi 2:30 XHO75

30 Àkavuma uSihon ukumkani weHeshbhon, ukuba sicande kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wamqinisa isibindi, wayenza ingqoshomba intliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho, njengokuba kunjalo namhla.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 2

imbono Iduteronomi 2:30 kwimeko