Iduteronomi 2:9 XHO75

9 Wathi uYehova kum, Uze ungawabandezeli amaMowabhi, uze ungabambani nawo ulwe nawo; kuba andiyi kukunika nto yelizwe lawo uyihluthe; kuba iAre ndiyiniké oonyana bakaLote, ukuba bayime.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 2

imbono Iduteronomi 2:9 kwimeko