Iduteronomi 20:1 XHO75

1 Xa uthe waphuma waya kulwa neentshaba zakho, waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa, abantu abaninzi kunawe, uze ungaboyiki; ngokuba únawe uYehova uThixo wakho, owakunyusayo ezweni laseYiputa.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 20

imbono Iduteronomi 20:1 kwimeko