15 Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo notyhidiweyo, into elisikizi kuYehova, into engumsebenzi wezandla zomkroli, ayibeke endaweni esitheleyo; bavume bonke abantu, bathi, Amen.
funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 27
imbono Iduteronomi 27:15 kwimeko