Iduteronomi 27:25 XHO75

25 Uqalekisiwe osamkelayo isicengo sokubulala umntu, igazi elingenatyala; bathi bonke abantu, Amen.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 27

imbono Iduteronomi 27:25 kwimeko